Compartir
Mhla Latsh' Ibhayi: Ingqokelela Yamabalana Amafutshane (en Xhosa)
Madoda Ndlakuse
(Autor)
·
Digital on Demand
· Tapa Blanda
Mhla Latsh' Ibhayi: Ingqokelela Yamabalana Amafutshane (en Xhosa) - Ndlakuse, Madoda
$ 29.040
$ 40.340
Ahorras: $ 11.300
Elige la lista en la que quieres agregar tu producto o crea una nueva lista
✓ Producto agregado correctamente a la lista de deseos.
Ir a Mis Listas
Origen: Estados Unidos
(Costos de importación incluídos en el precio)
Se enviará desde nuestra bodega entre el
Jueves 08 de Agosto y el
Martes 20 de Agosto.
Lo recibirás en cualquier lugar de Chile entre 1 y 3 días hábiles luego del envío.
Reseña del libro "Mhla Latsh' Ibhayi: Ingqokelela Yamabalana Amafutshane (en Xhosa)"
Isihloko sale ngqwebo sithi, 'Mhla Latsh' iBhayi' into ethetha ukuba kuza kwaziwana. Nangona kusaziwana kunjalo ke, ubukhulu becala amabali la ayacaca ukuba umbhali ziingontsi namasuka-ndihlale ahlangene nawo kulaa mimandla ikuMneno-Nciba kwatsho kwaqandusela la mabalana angcathu ancindi ivuzisa izinkcwe. Ubukhulu becala ngamabali la ayimvula-mehlo ukuba, 'okuze buponi kotshabalala, okuze ngamathontsi kozinza, ' njengoko oko uya kukufumanisa kwimixholo yamabalana afana no'INENE ULUNTU NGEZISULU'. Akhona amabali oya kuwafumanisa esityhilela izizeka-bani zoxinezelelo lwengqondo kubani, ngenxa yobugewu awathi wabhungca ngezikaSibi kubo, mabali awo afana no'ENDLELENI EBUYA E-ADDO'. Masingafinci ke bantakwethu, nqikani nizifincele. Kakade iqwela nesigananda sifincwa ngamakhwahla namagqala."Amabalana anonambitheko okomsindleko kumhambi, adiza ilihlo lokhozi kumbhali olirharha nonosiba olunyumbazayo. Ebalisa nje uyahlekisa kodwa uyafundisa. Mna ndithi qha, Zizi elimnyama neenkomo zalo zabalaza mzala womntu amathunzi anabile kukud' eBhayi, malitsh' iBhayi!" (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).
- 0% (0)
- 0% (0)
- 0% (0)
- 0% (0)
- 0% (0)
Todos los libros de nuestro catálogo son Originales.
El libro está escrito en Xhosa .
La encuadernación de esta edición es Tapa Blanda.
✓ Producto agregado correctamente al carro, Ir a Pagar.